Inguqulelo ka be cold in isiXhosa

be cold

-banda

(become cold)

  • 1

    (weather, objects, etc.)
    -banda
    It is cold today Kuyabanda namhlanje
    The water is cold Amanzi ayabanda
  • 2

    (people and animals)
    -godola
    -va ingqele
    I'm cold; let's light a fire Ndiyagodola; masibase