Inguqulelo ka beach in isiXhosa

beach

unxweme

Ubizo-magama /beech/

isibizoPlural beaches

  • 1

    unxweme
    We lay on the beach and watched the sea Silele enxwemeni, sabuka ulwandle
  • 2

    unxweme
    ulwandle
    ibhitshi
    Let's go to the beach on Sunday Masiye elwandle ngeCawa

Usetyenziso

A 'beach' is the sandy area next to the sea, and 'unxweme' is the literal translation. But people usually say 'Masiye elwandle' (literally, 'Let's go to the sea') or 'Masiye ebhitshi'.