Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika beat in isiXhosa

: beat1beat2

beat1

-betha

Ubizo-magama /beet/

isenzibeating, beaten

  • 1

    -betha
    Don't beat my dog! Musa ukubetha inja yam!
  • 2

    -betha
    Can you feel your heart beating? Uyayiva intliziyo yakho xa ibetha?
  • 3

    -qhuqha
    Beat some eggs and add salt Qhuqha amaqanda ugalele ityuwa
  • 4

    -betha
    -oyisa
    Yesterday I beat John in the race Izolo ndibethe uJohn elugqatsweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika beat in isiXhosa

: beat1beat2

beat2

isingqisho

Ubizo-magama /beet/

isibizoPlural beats

  • 1

    isingqisho
    Rap music has a strong beat Umculo werephu unesingqisho esikhulu
  • 2

    ukubetha
    Can you feel the beat of my heart? Uyakuva ukubetha kwentliziyo yam?