Inguqulelo ka beetle in isiXhosa

beetle

ibhungane

Ubizo-magama /beet-l/

isibizoPlural beetles

  • 1

    ibhungane
    A beetle is an insect with a hard covering over its body Ibhungane sisinambuzane esinoqweqwe oluqinileyo emzimbeni wonke