Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bend in isiXhosa

: bend1bend2

bend1

-goba

Ubizo-magama /bend/

isenzibent, bending

  • 1

    -goba
    Can you bend the wire?
  • 2

    -goba
    -thoba
    I bent down to tie my shoes Ndathoba ukuze ndiqhoboshe izihlangu zam

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bend in isiXhosa

: bend1bend2

bend2

igophe

Ubizo-magama /bend/

isibizoPlural bends

  • 1

    igophe
    idolo
    idrayi ngokungekho sikweni
    Make a bend in the wire Yenza igophe ecingweni
    There's a bend in the road Kukho idolo endleleni