Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika benefit in isiXhosa

: benefit1benefit2

benefit1

inzuzo

Ubizo-magama /ben-i-fit/

isibizoPlural benefits

  • 1

    inzuzo
    uncedo
    She spoke about the benefits of good health Uthethe ngoncedo lokuphila kakuhle

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika benefit in isiXhosa

: benefit1benefit2

benefit2

-nceda

Ubizo-magama /ben-i-fit/

isenzibenefited, benefitted, benefiting, benefitting

  • 1

    -nceda
    -ba luncedo
    -ncedakala
    The new school will benefit children here Isikolo esitsha siya kuba luncedo ebantwaneni apha