Inguqulelo ka bewitch in isiXhosa

bewitch

-thakatha

Ubizo-magama /bi-witsh/

isenzibewitched, bewitching

  • 1

    -thakatha
    -loya ngokungekho sikweni
    The family believed that someone had bewitched them and was causing their bad luck Usapho lukholelwa ukuba umntu othile uluthakathile yaye ulwenzela ilishwa