Inguqulelo ka bias in isiXhosa

bias

ukuthatha icala elithile

Ubizo-magama /by-uhss/

isibizoPlural biases

umthetho

  • 1

    ukuthatha icala elithile
    ukukhetha icala elithile
    • a form of discrimination, when we unfairly prefer or dislike something or someone
    • uhlobo oluthile localulo, xa sikhetha othile ngokungafanelekanga, okanye sithiye into okanye umntu