Inguqulelo ka billion in isiXhosa

billion

iwaka lemiliyoni

Ubizo-magama /bil-yuhn/

isibizoPlural billions

izibalo

  • 1

    iwaka lemiliyoni
    ibhiliyoni
    The hospital cost four billion rand to build Ixabiso lesibhedlela lidle iibhiliyoni ezine

Usetyenziso

You can also write 'four billion' as '4 000 000 000' or '4,000,000,000' or '4 bn'.