Inguqulelo ka body in isiXhosa

body

umzimba

Ubizo-magama /bod-ee/

isibizoPlural bodies

  • 1

    umzimba
    Jacob has a strong body UJacob unomzimba owomeleleyo
  • 2

    isidumbu
    The policeman found a body in the river Ipolisa lifumene isidumbu emlanjeni
    → Synonym of corpse