Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika book in isiXhosa

: book1book2

book1

incwadi

Ubizo-magama /buuk/

isibizoPlural books

  • 1

    incwadi
    Do you like reading books? Uyathanda ukufunda iincwadi?
    Charles wrote a book UCharles wabhala incwadi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika book in isiXhosa

: book1book2

book2

-enza isicelo sokugcinelwa ndawo

Ubizo-magama /buuk/

isenzibooked, booking

  • 1

    -enza isicelo sokugcinelwa ndawo
    -bhukisha ngokungekho sikweni
    If you want to go to Durban, book your plane ticket now Ukuba ufuna ukuya eThekwini, bhukisha itikiti lakho lenqwelomoya ngoku