Inguqulelo ka bottom in isiXhosa

bottom

umzantsi

Ubizo-magama /bot-uhm/

isibizoPlural bottoms

  • 1

    umzantsi
    isibunu
    There's sand at the bottom of the bottle Kukho intlabathi kwisibunu sale bhotile
  • 2

    iimpundu
    She thinks her bottom's too fat! Ucinga ukuba iimpundu zakhe zityebeile