Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bow in isiXhosa

: bow1bow2

bow1

-qubuda

isenzibowed, bowing

  • 1

    -qubuda
    -thoba intloko
    The president bowed to the queen Uprezidanti wathoba kukumkanikazi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bow in isiXhosa

: bow1bow2

bow2

ibhowu

isibizoPlural bows

  • 1

    ibhowu
    iqhina lerhintyela
    The girl had a bow tied in her hair Intombazana ibineqhina lerhintyela eliqhinelwe ezinweleni
  • 2

    isaphetha
    Long ago, hunters shot with bows and arrows Kudala abazingeli babedubula ngesaphetha neentolo
  • 3

    ibhowu
    You use a bow to play the violin Usebenzisa ibhowu ukudlala ivayolini