Inguqulelo ka brave in isiXhosa

brave

-khaliphile(yo)

Ubizo-magama /brayv/

isiphawulibraver, bravest

  • 1

    -khaliphile(yo)
    -likroti
    -likhalipha
    Two brave firemen saved us from the fire Abacimi-mlilo ababini abakhaliphileyo basihlangule emlilweni