Inguqulelo ka brilliant in isiXhosa

brilliant

-bengezela(yo)

Ubizo-magama /bril-yuhnt/

isiphawuli

  • 1

    -bengezela(yo)
    The brilliant light may hurt your eyes Ukukhanya okubengezelayo kungayingozi emehlweni akho
    → Synonym of bright
  • 2

    -yiinkcubabuchopho
    -ngumakhwekhwethe ngokungekho sikweni
    We have a brilliant Science teacher Sinotitshala weNzululwazi oyinkcubabuchopho
    → Synonym of clever