Inguqulelo ka build in isiXhosa

build

-akha

Ubizo-magama /bild/

isenzibuilt, building

  • 1

    -akha
    Most people use bricks to build a house Abantu abaninzi basebenzisa izitena ukwakha indlu
    My house was built of wood Indlu yam yayakhiwe ngomthi
  • 2

    -akha
    -khulisa
    -phuhlisa
    We need to build the children's confidence Kufuneka sikhulise ukuzithemba kwabantwana