Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bully in isiXhosa

: bully1bully2

bully1

umvuyeleli

Ubizo-magama /buul-ee/

isibizoPlural bullies

Inzululwazi ngoluntu

  • 1

    umvuyeleli
    ibhuli ngokungekho sikweni
    She is such a bully! She always makes us give her our food Ungumvuyeleli! Usoloko esinyanzelisa ukuba simnike ukutya kwethu
    • a person who hurts or frightens a smaller or weaker person
    • umntu ohlungisa okanye oyikise omnye umntu omncinane okanye obuthathaka kunaye

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bully in isiXhosa

: bully1bully2

bully2

-vuyelela

Ubizo-magama /buul-ee/

isenzibullied, bullying

Inzululwazi ngoluntu

  • 1

    -vuyelela
    -bhulisha ngokungekho sikweni
    • to hurt or frighten someone who is smaller or weaker than you are
    • ukuhlungisa okanye ukoyikisa omnye umntu omncinane okanye obuthathaka kunawe