Inguqulelo ka burden in isiXhosa

burden

umthwalo

Ubizo-magama /bur-duhn/

isibizoPlural burdens

  • 1

    umthwalo
    Women carried heavy burdens on their heads Abafazi bathwele imithwalo enzima kwiintloko zabo
  • 2

    umthwalo
    His debts are a terrible burden to him Amatyala akhe angumthwalo onzima kuye