Inguqulelo ka bus in isiXhosa

bus

uduladula

Ubizo-magama /buss/

isibizoPlural buses

  • 1

    uduladula
    ibhasi
    I took a bus to town Ndiye edolophini ngebhasi
    Themba goes by bus UThemba uhamba ngebhasi
    We caught a bus in Claremont Sikhwele ibhasi eClaremont