Inguqulelo ka business in isiXhosa

business

ishishini

Ubizo-magama /biz-nuhss/

isibizoPlural businesses

  • 1

    ishishini
    My cousin owns two businesses Umzala wam unamashishini amabini
  • 2

    ushishino
    In business, you need to understand money Kushishino kufuneka uyazi imali
  • 3

    ingxaki
    umcimbi
    His weight is his business, not mine! Ukutyeba kwakhe yingxaki yakhe, asiyiyo eyam