Inguqulelo ka by in isiXhosa

by

Ubizo-magama /by/

preposition

  • 1

    I will stand by the gate Ndiza kuma ngasegeyithini
  • 2

    The book was written by Mda Incwadi yabhalwa nguMda
    Mandela is loved by the nation UMandela uyathandwa sisizwe
  • 3

    nga-
    She went by bus Uhambe ngebhasi
  • 4

    nga-
    Be at school by eight o'clock Ube sesikolweni ngentsimbi yesibhozo
  • 5

    nga-
    If you multiply 4 by 3 you get 12 Ukuba uphindaphinda isi-4 ngesi-3 ufumana i-12
  • 6

    nga-
    I broke the cup by mistake Ndaphule ikomityi ngempazamo

Usetyenziso

In Sense 1 above, remember that 'by' means "at the side of" or "next to". It is usually incorrect to say 'I am by my friend's house'; instead, say 'I am at my friend's house'.