Inguqulelo ka cable in isiXhosa

cable

intambo eyomeleleyo

Ubizo-magama /kay-buhl/

isibizoPlural cables

  • 1

    intambo eyomeleleyo
    ikheyibhuli
    Pull the car out of the water with a strong cable Tsala imoto iphume emanzini ngentambo eyomeleleyo
  • 2

    ucingo lombane
    ikheyibhuli ngokungekho sikweni
    Telkom is installing cables for new phones UTelkom ufakela iikheyibhuli zefowuni ezintsha