Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika camp in isiXhosa

: camp1camp2

camp1

ikampu

Ubizo-magama /kamp/

isibizoPlural camps

  • 1

    ikampu
    inkampu
    isicuku seentente
    People lived in tents in a camp after a fire destroyed their houses Abantu bahlala ezintenteni ezisenkampini emva kokuba izindlu zabo zitshiswe ngumlilo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika camp in isiXhosa

: camp1camp2

camp2

-hlala enkampini

Ubizo-magama /kamp/

isenzicamped, camping

  • 1

    -hlala enkampini
    -hlangana endle ithutyana
    Let's camp by the river this weekend Makhe sihlale enkampini ngasemlanjeni kule mpelaveki