Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika capital in isiXhosa

: capital1capital2

capital1

idolophu elikomkhulu

Ubizo-magama /kap-i-tuhl/

isibizoPlural capitals

  • 1

    idolophu elikomkhulu
    Bloemfontein is the capital of the Free State IBloemfontein yidolophu elikomkhulu yaseFree State
  • 2

    unobumba omkhulu
    The letters A, B and C are capitals but a, b and c are not U-A, B no-C ngoonobumba abakhulu kodwa u-a, b, no-c abangabo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika capital in isiXhosa

: capital1capital2

capital2

inkunzi

Ubizo-magama /kap-i-tuhl/

isibizoPlural capitals

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    inkunzi
    You will need capital of R500 000 to start this business Kuya kufuneka ukuba ube nenkunzi engama-R500 000 yokuqala eli shishini