Inguqulelo ka car in isiXhosa

car

imoto

Ubizo-magama /kaa/

isibizoPlural cars

  • 1

    imoto
    We're going to Durban by car Siya eThekwini ngemoto
    Can you drive a car? Uyakwazi ukuqhuba imoto?