Inguqulelo ka carbon dioxide in isiXhosa

carbon dioxide

ikhabhon dayoksayidi

Ubizo-magama /kaa-buhn dy-okss-ide/

isibizo

ikhemistri

  • 1

    ikhabhon dayoksayidi ngokungekho sikweni
    • a colourless gas that we breathe out, which is found in the air, used by plants during photosynthesis
    • igesi engenabala esiyikhuphela xa siphefumla, efumaneka emoyeni, estyenziswa zizityalo xa zisenza ukutya, oko kutsho ngethuba lefotosinthesisi