Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika care in isiXhosa

: care1care2

care1

ukujonga

Ubizo-magama /kair/

isibizoPlural cares

  • 1

    ukujonga
    inkathalo
    ulondolozo
    ukulondoloza
    The care of these children is my job Ukulondoloza aba bantwana ngumsebenzi wam

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika care in isiXhosa

: care1care2

care2

-jonga

Ubizo-magama /kair/

isenzicared, caring

  • 1

    -jonga
    -khathalela
    -londoloza
    The nurse will care for you Umongikazi uza kukujonga
  • 2

    -khathala
    -khathalela
    I care about my grandmother Ndimkhathalele umakhulu wam
  • 3

    -khathala
    You can go; I don't care! Ungahamba; andikhathali!