Inguqulelo ka carnivore in isiXhosa

carnivore

isidlanyama

Ubizo-magama /kaan-i-vaw/

isibizoPlural carnivores

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isidlanyama
    Lions and snakes are examples of carnivores Iingonyama neenyoka yimizekelo yezidlanyama
    → Compare herbivore, omnivore
    • an animal that eats other animals
    • isilwanyana esitya ezinye izilwanyana