Inguqulelo ka carry in isiXhosa

carry

-phatha

Ubizo-magama /ka-ree/

isenzicarried, carrying

  • 1

    -phatha
    -thwala
    I will carry the books to school Ndiza kuphatha iincwadi xa ndisiya esikolweni
    These tasks of carrying water and firewood weren't easy Le misebenzi yokuthwala amanzi neenkuni ibe ingelula
  • 2

    -phatha
    I always carry my ID and some money Ndisoloko ndiphethe isazisi sam nemalana
  • 3

    -hambisa
    These pipes carry water to the town Le mibhobho ihambisa amanzi iwasa edolophini