Inguqulelo ka catch in isiXhosa

catch

-bamba

Ubizo-magama /katch/

isenzicaught, catching

  • 1

    -bamba
    The police caught the robbers Amapolisa ababamba abaqhekezi
  • 2

    -ganga
    -bamba
    Catch the ball, catch the ball! Ganga ibhola, bamba ibhola!
  • 3

    (sickness)
    -fumana
    I hope we don't catch flu Ndinethemba lokuba asiyi kufumana ifiva