Inguqulelo ka cell in isiXhosa

cell

iseli

Ubizo-magama /sel/

isibizoPlural cells

  • 1

    ibhayoloji
    iseli
    All plants and animals are made up of lots of different cells Zonke izityalo nezilwanyana zenziwe ngeeseli ezininzi ezahlukeneyo
    • the smallest living part of an animal or plant
    • eyona nto incinane iphilayo yesilwanyana okanye yesityalo
  • 2

    isisele
    The prisoner was locked into a small cell Ibanjwa belivalelwe kwisisele esincinane