Inguqulelo ka Celsius in isiXhosa

Celsius

leSelisiyasi

Ubizo-magama /sel-si-uhss/

isiphawuli

ifiziksi

  • 1

    leSelisiyasi
    Water freezes at 0 degrees Celsius and boils at 100 degrees Celsius Amanzi aba ngumkhenkce kwiqondo leSelisiyasi elingu-0 aze abile kwiqondo leSelisiyasi elili-100
    • the name of a scale for measuring temperature
    • igama lesikali sokulinganisa iqondo lobushushu

Usetyenziso

Instead of writing '32 degrees Celsius' we usually shorten it and write '32 °C', using the symbol for degrees Celsius.