Inguqulelo ka character in isiXhosa

character

umlinganiswa

Ubizo-magama /ka-rik-tuh/

isibizoPlural characters

  • 1

    uncwadi idrama
    umlinganiswa
    Who is the main character in the story? Ngubani umlinganiswa ophambili kweli bali?
    • a person in a story, film or play
    • umntu osebalini, kwifilimu okanye kumdlalo
  • 2

    isimo
    Linda has a kind character ULinda unesimo esinobubele
    → Synonym of personality