Inguqulelo ka characteristic in isiXhosa

characteristic

uphawu

Ubizo-magama /ka-rik-tuh-riss-tik/

isibizoPlural characteristics

  • 1

    uphawu
    Here are three characteristics of birds: they have feathers; they lay eggs; they have beaks Nanzi iimpawu ezintathu zeentaka: zinoboya; zibeka amaqanda; zinemilomo emide
    • a characteristic is a typical feature or quality that something has
    • uphawu sesona simo okanye ubunjani bento