Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika charge in isiXhosa

: charge1charge2

charge1

ixabiso

Ubizo-magama /chaaj/

isibizoPlural charges

  • 1

    ixabiso
    The charge for a ticket is R100 Ixabiso letikiti liR100
  • 2

    isimangalo
    isityholo
    She laid a charge against the man who abused her Ufake isimangalo ngendoda emxhaphazileyo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika charge in isiXhosa

: charge1charge2

charge2

-hlawulisa

Ubizo-magama /chaaj/

isenzicharged, charging

  • 1

    -hlawulisa
    -xabisa
    -biza
    He charges R10 for an ice cream Ubiza i-R10 ngeayisikhrim
  • 2

    -phoseleka
    -hlasela
    The angry dog charged at the men Inja enomsindo yaphoseleka emadodeni
  • 3

    -tshaja
    -nyusa
    I must charge my cellphone Kufuneka nditshaje iseli-fowuni yam
  • 4

    -tyhola
    -beka ityala
    We have charged the man with murder Siyibeke ityala lokubulala indoda