Inguqulelo ka charm in isiXhosa

charm

ikhubalo

Ubizo-magama /chaam/

isibizoPlural charms

  • 1

    ikhubalo
    These red beans are my lucky charms Iimbotyi ezibomvu zilikhubalo lam lethamsanqa
  • 2

    ubuhle
    umtsalane
    umkhitha
    Gail's charm makes everyone like her Ubuhle bukaGail benza wonke umntu amthande