Inguqulelo ka chemical in isiXhosa

chemical

umchiza

Ubizo-magama /kem-i-kuhl/

isibizoPlural chemicals

ikhemistri

  • 1

    umchiza
    ikhemikhali ngokungekho sikweni
    They put chemicals in the water to purify it Bagalele iikhemikhali emanzini ukuze acoceke
    • a substance, especially one that is used or produced in chemistry
    • into, ngakumbi leyo isetyenziswa okanye iveliswa kwinkqubo yokudibana kwezinto ezingamachiza