Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika chief in isiXhosa

: chief1chief2

chief1

-balulekile(yo)

Ubizo-magama /cheef/

isiphawuli

  • 1

    -balulekile(yo)
    -phambili
    Her chief reason for coming is to see Mark Esona sizathu sakhe sibalulekileyo sokuza kukubona uMark

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika chief in isiXhosa

: chief1chief2

chief2

inkosi

Ubizo-magama /cheef/

isibizoPlural chiefs

  • 1

    inkosi
    Ngqika was a famous Xhosa chief UNgqika wayeyinkosi edumileyo yamaXhosa