Inguqulelo ka chip in isiXhosa

chip

iitshipsi

Ubizo-magama /chip/

isibizoPlural chips

  • 1

    iitshipsi
    Let's have fish and chips Masitye intlanzi neetshipsi
  • 2

    iitshipsi
    I want a packet of chips Ndifuna ipakethi yeetshipsi
  • 3

    iceba
    isuntswana
    iingceba
    a chip of wood iceba leplanga
    glass chips iingceba zegilasi

Usetyenziso

Notice that 'iingceba' (glass chips) is always used in the plural.