Inguqulelo ka circle in isiXhosa

circle

isangqa

Ubizo-magama /surk-uhl/

isibizoPlural circles

  • 1

    izibalo
    isangqa
    isekile ngokungekho sikweni
    Can you measure the diameter of this circle? Ungakwazi ukumeta idayametha yesi sangqa?
    • a flat round shape. Every point along its edge is the same distance from the centre
    • imilo esicaba esisangqa. Yonke indawo eselungqamekweni lwayo ingumgama olinganayo ukusuka embindini
  • 2

    isangqa
    ngokwesekile ngokungekho sikweni
    Sit in a circle around the teacher Hlalani ngokwesangqa nijikeleze utitshala