Inguqulelo ka class in isiXhosa

class

iklasi

Ubizo-magama /klaass/

isibizoPlural classes

  • 1

    iklasi
    There are 30 learners in my class Kukho abafundi abangama-30 eklasini yam
  • 2

    udidi
    iklasi
    Mammals and insects are two different classes of animals Izidalwa ezanyisayo nezinambuzane ziindidi zezilwanyana ezimbini ezahlukeneyo