Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika clear in isiXhosa

: clear1clear2

clear1

-ngcwengile(yo)

Ubizo-magama /kleer/

isiphawuliclearer, clearest

  • 1

    -ngcwengile(yo)
    The water is clear Amanzi angcwengile
  • 2

    -cacile(yo)
    Do you have clear instructions for the job? Unemiyalelo ecacileyo yalo msebenzi?
  • 3

    -tyhilile
    -sile
    -zolile
    The sky is clear; there are no clouds Izulu lizolile; akukho mafu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika clear in isiXhosa

: clear1clear2

clear2

-susa

Ubizo-magama /kleer/

isenzicleared, clearing

  • 1

    -susa
    -coca
    I'll clear away the dishes Ndiza kuzisusa izitya
  • 2

    -tyhila
    The sky cleared when the rain stopped Izulu lityhilile yakuyeka ukuna