Inguqulelo ka click in isiXhosa

click

-thi nqakra

Ubizo-magama /klik/

isenziclicked, clicking

  • 1

    -thi nqakra
    -nqakraza
    The light switch clicks when you press it Iswitshi yesibane ithi nqakra xa uyicinezela
  • 2

    ikhompyutha
    -cofa
    Click on the icon to open the program Cofa iayikhoni ukuze uvule iprogram

isibizo

  • 1

    unqakra
    I heard a click and the light came on Ndive unqakra kwaza kwalayita