Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika clip in isiXhosa

: clip1clip2

clip1

isibambi

Ubizo-magama /klip/

isibizoPlural clips

  • 1

    isibambi
    isibambi-zinwele
    Use a paper clip Sebenzisa isibambi samaphepha
    I need a hair clip Ndifuna isibambi-zinwele

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika clip in isiXhosa

: clip1clip2

clip2

-cheba

Ubizo-magama /klip/

isenziclipped, clipping

  • 1

    -cheba
    Please clip the grass Khawuchebe ingca
  • 2

    -bamba
    -dibanisa
    Clip the papers together Dibanisa amaphepha kunye ngesibambi samaphepha