Inguqulelo ka club in isiXhosa

club

iqela

Ubizo-magama /klub/

isibizoPlural clubs

  • 1

    iqela
    iklabhu
    We joined a soccer club Sajoyina iklabhu yesoka
  • 2

    iklabhu
    We go to this club to meet our friends and dance Siya kule klabhu ukuze sidibane nabahlobo bethu, sidanise
  • 3

    intonga
    The guard hit the intruder with a club Unogada ubethe umqhekezi ngentonga