Inguqulelo ka collect in isiXhosa

collect

-qokelela

Ubizo-magama /kuh-lekt/

isenzicollected, collecting

  • 1

    -qokelela
    -hlanganisa
    Please collect all the learners' notebooks Khawuqokelele zonke iincwadi zabafundi
  • 2

    -landa
    -phuthuma
    -thatha
    I'll collect the letters from the post office Ndiza kuya kulanda iileta eposini