Inguqulelo ka colonialism in isiXhosa

colonialism

inkqubo yezithanga

Ubizo-magama /kuh-lohn-i-uhl-izm/

isibizo

imbali

  • 1

    inkqubo yezithanga
    ubukoloniyali ngokungekho sikweni
    • the policy in which a powerful country rules another nation, sends people to settle on their land, and uses their resources
    • inkqubo apho ilizwe elinamandla lilawula olunye uhlanga, lithumele abantu balo ukuba baye kuhlala kumhlaba wolo hlanga, basebenzise ubutyebi balo