Inguqulelo ka come in isiXhosa

come

-za

Ubizo-magama /kum/

isenzicame, coming

  • 1

    -za
    Are you coming? Uyeza?
    They are coming to my house Beza endlwini yam
    Come here! Yiza apha!
  • 2

    -za
    -fika
    Has the letter come yet? Seyifikile ileta?
    The police came yesterday Amapolisa eze izolo