Inguqulelo ka comma in isiXhosa

comma

ikoma

Ubizo-magama /kom-uh/

isibizoPlural commas

inzululwazi geelwimi

  • 1

    ikoma
    • the punctuation mark "," that we use to show a pause in a sentence or to separate items in a list
    • uphawu lwesiphumlisi "," esilusebenzisa ukubonisa unqumamo kwisivakalisi okanye ukwahlula izinto ezikuluhlu