Inguqulelo ka command in isiXhosa

command

-yalela

Ubizo-magama /kuh-maand/

isenzicommanded, commanding

  • 1

    -yalela
    -xelela
    The teacher commanded the class to be quiet Utitshala wayiyalela iklasi ukuba mayizole

isibizo

  • 1

    umyalelo
    My dog obeys commands Inja yam iyayithobela imiyalelo